ndize
ndihambile, ndibonile, bandixelele bandinikile, ndingafunanga ndingabuzanga, ndiza ndiza, ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yam, uzuyenze msulwa yona, ndizam'kucinga aha, ndiyahluleka aha, ingqondo yam, iyakhawuleza, kuyehla kuyasa, kum uyafana, ndonakele hee,
コメント
最初のコメントを投稿しましょう。
会話に参加するにはログインしてください。