가사

inkomo

soil, the
미지정미분류

출처 컬렉션: AZLyrics

AZLyrics · soil, the

User-authorized AZLyrics content · soilthe/inkomo

출처 및 웹사이트 목록
번역:미지정

가사

inkomo

nazi inkomo ebuhlanti kuvume nabaphantsi besithi eyi sani kutheni ungekhamthati ndathi yonk'int'irighti yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni, ndathi ndisahleli phantsi komthi yadlula yona leyontokazi ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlangeni ndaphakama mna ndayilandela njengo clever wase rhawutini ndasondela molo sana ndicela ukuhamba nawe elothutyana ndivumele ndithethe nawe ndiyi ntsika yekhaya ikhaya lakwa ngxanga ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam bamb'isandlasam s'thandwa uzakuba ngumama wabantwana bam ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho bahlale phantsi bobabili baxoxisane, samza ndiyoyika ndoyika umama no tata umama uzakundi krwitsha utata uzakundibetha athi ndiya jola ntsika ndiyoyika umama uzakundibetha utata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola, hayi andikaze mna ndiyibone intombazane entle nje ngaye please ntombazane uzundimamele nditheth'inyan' sthandwa undi charmile ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe mna nawe baby sesitshatile please ntombazane uzundikholelwe ndithet'inyani sthandwa ndikuthandile, tata'khe akandifuni akandifuni tata'khe akandifuni.

댓글

첫 대화를 시작해 보세요.

대화에 참여하려면 로그인하세요.